Skhokho Waya Waya Car Wash

4 J. Welman Street, Mossel Bay Local Municipality

FIND YOUR CAR LOOKING BRAND NEW

Zihlobo siyacela:

-Xa uzokuhlambisa imoto, nceda ushiye imali, ukwazi siyihlambe.

-Ukuba unesikhalazo, nceda usixelele kwangoko.

-Ukuba awunandlela yokuthetha kakuhle, kungcono uhambe nemoto yakho.

Enkosi 2025

SKHOKHO WAYA WAYA CAR WASH

skhokhocarwash@blink.sv

Monday-Friday

09:00-18:00

R100 for full wash

skhokhocarwash@blink.sv

Waya Waya esenzweni!

R100 for full wash

Qhagamshelana nathi

Yiza undwendwele 4 J. Welman Street, Mossel Bay Local Municipality, ukuzo hlambisa imoto yakho

Fowunela okanye uWhatsApp ku-0652804645 ukuze ufumane idinga okanye ulwazi olungaphezulu.

Yenza iintlawulo ku:

skhokhocarwash@blink.sv